A. Kayum Ahmed

A. Kayum Ahmed

A. Kayum Ahmed is an assistant professor at Columbia University’s School of Public Health, where he teaches health and human rights advocacy.

 

uA. Kayum Ahmed ngumlawuli wecandelo loFikelelo noXanduva kwiNkqubo yeMpilo kaRhulumente (PHP) eNew York apho akhokhela umsebenzi wehlabathi we-PHP ekufikeleleni kumayeza kunye nobuchwepheshe. Ufundisa kwakhona iklasi kumalungelo eentlalo-qoqosho njengelungu lezakhono zobuncinane kwi-Columbia Law School. Ngaphambi kokufika e-OSF, uKayum wayeligosa eliphezulu elilawulayo kwisigqeba samalungelo oluntu aseMzantsi Afrika ukususela ngo-2010 ukuya ku-2015.

Espanol |